Uthini umGaqo-siseko? UmGaqo-siseko opheleleyo wenziwe walula (Xhosa, Paperback)

, ,
UmGaqo-siseko ngumthetho owongamileyo weRiphabliki kwaye uyakuchaphazela ngeendlela ezahlukileyo. Amalungelo akho amaninzi agunyazisiwe kumGaqo-siseko. Iinkcukacha ezimalunga namagunya ePalamente, indlu yakho yowiso-mthetho lwephondo kunye nomasipala wakho onokumvotela, ziyavela kulo mGaqo-siseko. Amagunya nemisebenzi kaRhulumente nawo ayavela kumGaqo-siseko. Kule ncwadi umGaqo-siseko uthiwe gqaba-gqaba kulungiselelwa abantu ababhalelwayo.

R101
List Price R109
Save R8 7%

Or split into 4x interest-free payments of 25% on orders over R50
Learn more

Discovery Miles1010
Delivery AdviceShips in 7 - 10 working days


Toggle WishListAdd to wish list
Review this Item

Product Description

UmGaqo-siseko ngumthetho owongamileyo weRiphabliki kwaye uyakuchaphazela ngeendlela ezahlukileyo. Amalungelo akho amaninzi agunyazisiwe kumGaqo-siseko. Iinkcukacha ezimalunga namagunya ePalamente, indlu yakho yowiso-mthetho lwephondo kunye nomasipala wakho onokumvotela, ziyavela kulo mGaqo-siseko. Amagunya nemisebenzi kaRhulumente nawo ayavela kumGaqo-siseko. Kule ncwadi umGaqo-siseko uthiwe gqaba-gqaba kulungiselelwa abantu ababhalelwayo.

Customer Reviews

No reviews or ratings yet - be the first to create one!

Product Details

General

Imprint

Van Schaik Publishers

Country of origin

South Africa

Release date

2000

Availability

Expected to ship within 7 - 10 working days

Authors

, ,

Dimensions

222 x 152mm (L x W)

Format

Paperback

Pages

82

ISBN-13

978-0-627-02454-2

Barcode

9780627024542

Languages

value

Categories

LSN

0-627-02454-8



Trending On Loot