Kwezi uhlelo lomqokeleli 1-3 (Xhosa, Paperback)


Ulelona Gorha Elinamandla Amangalisayo Elizweni, Kodwa Ingaba Unawo Umdla Wokufumanisa Kabanzi Ngamadlakazi Anawo? Ukwezi Lityendyana Lomfana Ofumanisa Ukuba Unamandla Angaphezulu Kwawemvelo. Uhambo Lwakhe Luqala Ngelixa Azama Ukufezekisa Amaphupha Akhe, Apho Asebenzisa Amandla Akhe Angummangaliso Ukuphucula Iwonga Lakhe Ekuhlaleni. Oku Kwenzeka De Abe Ufunyanwa Ngabantu Abathathu Abanamandla Afana Nawakhe. Akuthathi Xesha Lide Ukuba Ukwezi Afumanise Ngamandla Akhe Kodwa Ufumana Ingxaki Ngelixa Kufuneka Ethathe Isigqibo; Sokuba Achithe Ubomi Bakhe Engafezekisi Njongo Zitheni Okanye Ajoyine Amahlakani Akhe Ukufumanisa Ukuba Ngenene Ngenene Ungubani Kwaye Yintoni Indima Yakhe Ebomini. The Comic Follows A Narcissistic Teenage Boy Named Kwezi As He Discovers His Superhuman Abilities Amid The Daily Hustle Of The Fictional Gold City- A Bustling Metropolis Modelled After Johannesburg. Portrayed As A Cocky Anti-Hero Obsessed With Selfies And Twitter, Kwezi Is Initially Fuelled By The Attention From His Adoring Online Fans, But He Soon Finds Out That His Powers Come With A Cultural Responsibility. "We Have Never Had A Superhero That Looks Like Us And Speaks Like Us And Shares The Same Experiences And Environment As Us." Jennifer Sefer - Boakye.

R138
List Price R160
Save R22 14%

Or split into 4x interest-free payments of 25% on orders over R50
Learn more

Discovery Miles1380
Delivery AdviceShips in 15 - 25 working days


Toggle WishListAdd to wish list
Review this Item

Product Description

Ulelona Gorha Elinamandla Amangalisayo Elizweni, Kodwa Ingaba Unawo Umdla Wokufumanisa Kabanzi Ngamadlakazi Anawo? Ukwezi Lityendyana Lomfana Ofumanisa Ukuba Unamandla Angaphezulu Kwawemvelo. Uhambo Lwakhe Luqala Ngelixa Azama Ukufezekisa Amaphupha Akhe, Apho Asebenzisa Amandla Akhe Angummangaliso Ukuphucula Iwonga Lakhe Ekuhlaleni. Oku Kwenzeka De Abe Ufunyanwa Ngabantu Abathathu Abanamandla Afana Nawakhe. Akuthathi Xesha Lide Ukuba Ukwezi Afumanise Ngamandla Akhe Kodwa Ufumana Ingxaki Ngelixa Kufuneka Ethathe Isigqibo; Sokuba Achithe Ubomi Bakhe Engafezekisi Njongo Zitheni Okanye Ajoyine Amahlakani Akhe Ukufumanisa Ukuba Ngenene Ngenene Ungubani Kwaye Yintoni Indima Yakhe Ebomini. The Comic Follows A Narcissistic Teenage Boy Named Kwezi As He Discovers His Superhuman Abilities Amid The Daily Hustle Of The Fictional Gold City- A Bustling Metropolis Modelled After Johannesburg. Portrayed As A Cocky Anti-Hero Obsessed With Selfies And Twitter, Kwezi Is Initially Fuelled By The Attention From His Adoring Online Fans, But He Soon Finds Out That His Powers Come With A Cultural Responsibility. "We Have Never Had A Superhero That Looks Like Us And Speaks Like Us And Shares The Same Experiences And Environment As Us." Jennifer Sefer - Boakye.

Customer Reviews

No reviews or ratings yet - be the first to create one!

Product Details

General

Imprint

David Philip, Publishers

Country of origin

South Africa

Release date

September 2017

Availability

Expected to ship within 15 - 25 working days

Authors

Dimensions

265 x 195 x 10mm (L x W x T)

Format

Paperback

Pages

48

ISBN-13

978-1-4856-2582-7

Barcode

9781485625827

Languages

value

Categories

LSN

1-4856-2582-3



Trending On Loot